IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 24:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ncwina kungekho mazwi. Ufanele ungabazileli abafileyo.+ Zibophe ngesigqubuthelo sakho sentloko,+ ufanele ufake neembadada zakho ezinyaweni zakho.+ Kwaye ufanele ungawagqubutheli amabhovu akho,+ nesonka sabantu akufanele usidle.”+

  • Hoseya 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Abayi kuqhubeka bethulula iwayini kuYehova.+ Yaye akayi kukholiswa yimibingelelo yabo;+ bafana nesonka sezihlandlo sokuzila kubo;+ bonke abo basidlayo baya kuzenza inqambi. Ngokuba isonka sabo ngumphefumlo wabo; asiyi kungena endlwini kaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share