Yeremiya 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye abayi kubabela nasiphi na isonka ngenxa yokuzila ukuze bathuthuzele abo bafelweyo;+ bengayi kubanika nendebe yentuthuzelo ukuze basele ngenxa kayise nangenxa kanina.+
7 Kwaye abayi kubabela nasiphi na isonka ngenxa yokuzila ukuze bathuthuzele abo bafelweyo;+ bengayi kubanika nendebe yentuthuzelo ukuze basele ngenxa kayise nangenxa kanina.+