IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Iwayini entsha izilile, umdiliya ubunile,+ bonke abo bebenentliziyo echulumancileyo bayancwina.+

  • Yeremiya 7:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Yaye ndiya kulinqumamisa ezixekweni zakwaYuda nasezitratweni zaseYerusalem ilizwi lokugcoba nelizwi lokuba nemihlali, ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi;+ kuba ilizwe liya kuba yindawo ephanzileyo.’”+

  • Yeremiya 25:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye ndiza kusitshabalalisa kubo isandi sokugcoba nesandi sokuba nemihlali,+ ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi,+ isandi selitye lokuguba+ nokukhanya kwesibane.+

  • Hezekile 26:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “‘Kwaye ndiza kuyiyekisa ingxokozelo yokuvuma kwakho,+ nesandi seehadi zakho asiyi kuphinda sivakale.+

  • Hoseya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuyekisa konke ukugcoba kwakhe,+ umthendeleko wakhe,+ ukuthwasa kwenyanga+ kwakhe nesabatha yakhe nawo onke amaxesha akhe omsitho.

  • ISityhilelo 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 yaye akukho kukhanya kwasibane kuya kuze kukhanye kwakhona kuwe, ibe akukho lizwi lamyeni nelamtshakazi liya kuze liviwe kwakhona kuwe;+ ngenxa yokuba abarhwebi+ bakho abahambahambayo babengabantu abakuluhlu oluphezulu+ emhlabeni, kuba ngoqheliselo lwakho lokusebenzelana nemimoya+ zonke iintlanga zalahlekiswa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share