Isaya 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokugcoba nokuba novuyo kususiwe ebhomeni; nasezidiliyeni akukho kumemelela ngovuyo, akukho kukhwaza.+ Umxovuli akukho wayini ayixovulayo kwizixovulelo.+ Ukukhwaza ndikuyekisile.+ Isaya 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Zimbambazeleni nisenza isijwili+ ngenxa yamasimi anqwenelekayo,+ ngenxa yomdiliya othwala isiqhamo. Amosi 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘Nakuzo zonke izidiliya kuya kwenziwa isijwili;+ kuba ndiya kudlula phakathi kwakho,’+ utsho uYehova.
10 Nokugcoba nokuba novuyo kususiwe ebhomeni; nasezidiliyeni akukho kumemelela ngovuyo, akukho kukhwaza.+ Umxovuli akukho wayini ayixovulayo kwizixovulelo.+ Ukukhwaza ndikuyekisile.+
12 Zimbambazeleni nisenza isijwili+ ngenxa yamasimi anqwenelekayo,+ ngenxa yomdiliya othwala isiqhamo.
17 ‘Nakuzo zonke izidiliya kuya kwenziwa isijwili;+ kuba ndiya kudlula phakathi kwakho,’+ utsho uYehova.