IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.

  • Amosi 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kukaYuda,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuwugatya kwabo umthetho kaYehova,+ nangenxa yokuba abazange bayigcine imimiselo yakhe; kodwa baphambukiswa bubuxoki babo,+ obo balandelwa ngookhokho babo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share