2 Kumkani 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 KwanoYuda akazange ayigcine imiyalelo kaYehova uThixo wakhe,+ kodwa waqhubeka ehamba ngemimiselo kaSirayeli+ awayeyenzile. Yeremiya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’ Yeremiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+
19 KwanoYuda akazange ayigcine imiyalelo kaYehova uThixo wakhe,+ kodwa waqhubeka ehamba ngemimiselo kaSirayeli+ awayeyenzile.
13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’
26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+