Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ IZililo 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ilifa lethu linikelwe kwabasemzini, izindlu zethu kwabolunye uhlanga.+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+