INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+ Isaya 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ukuwa kwabo bavukelayo nokwabo banesono kuya kuba ngaxeshanye,+ nabo bamshiyayo uYehova baya kupheliswa.+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+
28 Ukuwa kwabo bavukelayo nokwabo banesono kuya kuba ngaxeshanye,+ nabo bamshiyayo uYehova baya kupheliswa.+