INdumiso 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa,+Kodwa indlela yabangendawo iya kutshitsha.+ INdumiso 37:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa ngokuqinisekileyo abanxaxhayo baya kubhujiswa ndawonye;+Ikamva labantu abangendawo liya kunqunyulwa.+ INdumiso 104:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Aboni baya kupheliswa emhlabeni;+Nabo ke bangendawo, abayi kuba sabakho.+Mbonge uYehova, mphefumlo wam. Dumisani uYa!+ IMizekeliso 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+ Hezekile 20:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwaye ndiza kubacoca kuni abo bavukelayo nabanxaxhayo+ nxamnye nam, kuba ndiya kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abayi kuza kumhlaba wakwaSirayeli;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+ 2 Petros 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa kwangelo lizwi linye amazulu+ nomhlaba+ wangoku, zombini ziqwetyelwe umlilo+ yaye zibekelwe imini yomgwebo+ neyentshabalalo yabantu abangenabuthixo.+
38 Kodwa ngokuqinisekileyo abanxaxhayo baya kubhujiswa ndawonye;+Ikamva labantu abangendawo liya kunqunyulwa.+
35 Aboni baya kupheliswa emhlabeni;+Nabo ke bangendawo, abayi kuba sabakho.+Mbonge uYehova, mphefumlo wam. Dumisani uYa!+
29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+
38 Kwaye ndiza kubacoca kuni abo bavukelayo nabanxaxhayo+ nxamnye nam, kuba ndiya kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abayi kuza kumhlaba wakwaSirayeli;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+
7 Kodwa kwangelo lizwi linye amazulu+ nomhlaba+ wangoku, zombini ziqwetyelwe umlilo+ yaye zibekelwe imini yomgwebo+ neyentshabalalo yabantu abangenabuthixo.+