IZililo 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Iindlela zeZiyon zizilile, ngenxa yokuba akukho bani uzayo emthendelekweni.+Onke amasango ayo aphanzile;+ ababingeleli bayo bayancwina.+Iintombi zayo ezinyulu zisentlungwini, yaye yona inobukrakra.+ Hoseya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuyekisa konke ukugcoba kwakhe,+ umthendeleko wakhe,+ ukuthwasa kwenyanga+ kwakhe nesabatha yakhe nawo onke amaxesha akhe omsitho. Zefaniya 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Abo basentlungwini+ ngokungabikho kwixesha lomsitho wakho ngokuqinisekileyo ndiya kubahlanganisa ndawonye;+ abo bebengekho kuwe, ngenxa yokuthwala ungcikivo ngenxa yakhe.+
4 Iindlela zeZiyon zizilile, ngenxa yokuba akukho bani uzayo emthendelekweni.+Onke amasango ayo aphanzile;+ ababingeleli bayo bayancwina.+Iintombi zayo ezinyulu zisentlungwini, yaye yona inobukrakra.+
11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuyekisa konke ukugcoba kwakhe,+ umthendeleko wakhe,+ ukuthwasa kwenyanga+ kwakhe nesabatha yakhe nawo onke amaxesha akhe omsitho.
18 “Abo basentlungwini+ ngokungabikho kwixesha lomsitho wakho ngokuqinisekileyo ndiya kubahlanganisa ndawonye;+ abo bebengekho kuwe, ngenxa yokuthwala ungcikivo ngenxa yakhe.+