IZililo 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uwuphatha ngogonyamelo umnquba+ wakhe njengalowo usemyezweni.+ Uwonakalisile umthendeleko wakhe.UYehova wenze ukuba ulityalwe eZiyon umthendeleko+ nesabatha,Ngesiqalekiso somsindo wakhe akabonisi ntlonelo ngokumkani nombingeleli.+ Hoseya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuyekisa konke ukugcoba kwakhe,+ umthendeleko wakhe,+ ukuthwasa kwenyanga+ kwakhe nesabatha yakhe nawo onke amaxesha akhe omsitho. Amosi 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndiza kuyijika imithendeleko yenu ibe kukuzila+ nazo zonke iingoma zenu zibe sisimbonono, kwaye ndiza kuzinxibisa amarhonya izinqe zonke ndize ndizichebe inkqayi iintloko zonke;+ yaye ndiza kuyenza imeko ibe njengokuzilela unyana okuphela kwakhe,+ nokuphela kwako kube njengemini ekrakra.’
6 Yaye uwuphatha ngogonyamelo umnquba+ wakhe njengalowo usemyezweni.+ Uwonakalisile umthendeleko wakhe.UYehova wenze ukuba ulityalwe eZiyon umthendeleko+ nesabatha,Ngesiqalekiso somsindo wakhe akabonisi ntlonelo ngokumkani nombingeleli.+
11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuyekisa konke ukugcoba kwakhe,+ umthendeleko wakhe,+ ukuthwasa kwenyanga+ kwakhe nesabatha yakhe nawo onke amaxesha akhe omsitho.
10 Ndiza kuyijika imithendeleko yenu ibe kukuzila+ nazo zonke iingoma zenu zibe sisimbonono, kwaye ndiza kuzinxibisa amarhonya izinqe zonke ndize ndizichebe inkqayi iintloko zonke;+ yaye ndiza kuyenza imeko ibe njengokuzilela unyana okuphela kwakhe,+ nokuphela kwako kube njengemini ekrakra.’