Isaya 58:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo. Yeremiya 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+
58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo.
14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+