Yobhi 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye ukuba yenza ngekratshi,+ uya kundizingela njengengonyama entsha,+Yaye uya kuzibonakalisa umangalisa kwakhona kwimeko yam. Yobhi 38:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Xa zibuthume ezindaweni zokuzimela,+Okanye zilalele ezindaweni ezisitheleyo? Hoseya 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+
16 Yaye ukuba yenza ngekratshi,+ uya kundizingela njengengonyama entsha,+Yaye uya kuzibonakalisa umangalisa kwakhona kwimeko yam.
14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+