Yobhi 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iintolo zikaSomandla zinam,+Umoya wam usela ubuhlungu bazo;+Unkwantyiso oluvela kuThixo lundakhele uluhlu.+ Yobhi 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukuba ndonile, ndinokufeza ntoni na nxamnye nawe, wena uQwalasela uluntu?+Kutheni undimise ndaba yinto ojolisa kuyo, ukuze ndibe ngumthwalo kuwe? Yobhi 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandihleli ngokukhululeka, kodwa wandishukumisa;+Wandixhakamfula ngesixhanti wandikroboza,Wandimisa ndaba yinto ajolisa kuyo. INdumiso 38:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba iintolo zakho zingene zatshona kum,+Nesandla sakho sehlele phezu kwam.+
4 Kuba iintolo zikaSomandla zinam,+Umoya wam usela ubuhlungu bazo;+Unkwantyiso oluvela kuThixo lundakhele uluhlu.+
20 Ukuba ndonile, ndinokufeza ntoni na nxamnye nawe, wena uQwalasela uluntu?+Kutheni undimise ndaba yinto ojolisa kuyo, ukuze ndibe ngumthwalo kuwe?
12 Ndandihleli ngokukhululeka, kodwa wandishukumisa;+Wandixhakamfula ngesixhanti wandikroboza,Wandimisa ndaba yinto ajolisa kuyo.