Isaya 54:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Musa ukoyika,+ kuba akuyi kuhlaziswa;+ yaye musa ukuziva uthotyiwe, kuba akuyi kudaniswa.+ Kuba uya kulilibala kwanehlazo lexesha lobutsha bakho,+ nongcikivo lobuhlolokazi bakho akuyi kuba salukhumbula.”
4 Musa ukoyika,+ kuba akuyi kuhlaziswa;+ yaye musa ukuziva uthotyiwe, kuba akuyi kudaniswa.+ Kuba uya kulilibala kwanehlazo lexesha lobutsha bakho,+ nongcikivo lobuhlolokazi bakho akuyi kuba salukhumbula.”