Duteronomi 28:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 ngenxa yomkhaya wakhe ophuma phakathi kwemilenze yakhe nangenxa yoonyana bakhe athe wabazala,+ kuba wobadla emfihlekweni akuba eswele yonk’ into ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho.+ Isaya 49:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umfazi angalulibala na usana lwakhe, angavakalelwa ngonyana wesisu sakhe?+ Nokuba bona abafazi banokulibala,+ kodwa mna andiyi kukulibala.+ IZililo 3:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Iliso liqhubeka lisihla imisinga yamanzi ngenxa yokuwa kwentombi yabantu bam.+
57 ngenxa yomkhaya wakhe ophuma phakathi kwemilenze yakhe nangenxa yoonyana bakhe athe wabazala,+ kuba wobadla emfihlekweni akuba eswele yonk’ into ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho.+
15 Umfazi angalulibala na usana lwakhe, angavakalelwa ngonyana wesisu sakhe?+ Nokuba bona abafazi banokulibala,+ kodwa mna andiyi kukulibala.+