Duteronomi 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Akwaba bebenobulumko!+ Kuba bebeya kukuphonononga oku.+ Bebeya kusiqonda isiphelo sabo emva koku.+ Yeremiya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yona kanye ingwamza emazulwini—iwazi kakuhle amaxesha ayo amisiweyo;+ nehobe lasendle+ nehlankomo nekhwebula—nganye iligcina kakuhle ixesha lokungena kwayo. Kodwa bona abantu bam, abawazanga umgwebo kaYehova.”’+
29 Akwaba bebenobulumko!+ Kuba bebeya kukuphonononga oku.+ Bebeya kusiqonda isiphelo sabo emva koku.+
7 Yona kanye ingwamza emazulwini—iwazi kakuhle amaxesha ayo amisiweyo;+ nehobe lasendle+ nehlankomo nekhwebula—nganye iligcina kakuhle ixesha lokungena kwayo. Kodwa bona abantu bam, abawazanga umgwebo kaYehova.”’+