Yeremiya 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba anithanga nikuve oko,+ uya kulila umphefumlo wam kwiindawo ezifihlakeleyo ngenxa yekratshi lenu yaye ngokuqinisekileyo uya kuntywizisa iinyembezi; neliso lam liya kuhla iinyembezi,+ ngenxa yokuba umhlambi+ kaYehova uya kube uthinjiwe.
17 Ukuba anithanga nikuve oko,+ uya kulila umphefumlo wam kwiindawo ezifihlakeleyo ngenxa yekratshi lenu yaye ngokuqinisekileyo uya kuntywizisa iinyembezi; neliso lam liya kuhla iinyembezi,+ ngenxa yokuba umhlambi+ kaYehova uya kube uthinjiwe.