IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Owu ukuba nje intloko yam ibingamanzi, nokuba amehlo am ebengumthombo weenyembezi!+ Bendingalila imini nobusuku ngenxa yababuleweyo bentombi yabantu bam.+

  • IZililo 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Silila kakhulu ebudeni bobusuku,+ neenyembezi zaso zisezidleleni zaso.+

      Asinabani wokusithuthuzela phakathi kwabo bonke abo basithandayo.+

      Wona kanye onke amaqabane aso aqhubene naso ngobuqhophololo.+ Aye aziintshaba zaso.+

  • IZililo 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Intliziyo yabo iye yadanduluka kuYehova,+ ludonga lwentombi yaseZiyon.+

      Mazihle iinyembezi kanye njengomsinga imini nobusuku.+

      Ungaziniki ukuba ndindisholo. Ngamana ukhozo lweliso lakho lungangaphezi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share