INdumiso 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Koda kube nini na ndixhathisa ngomphefumlo wam,Intliziyo yam iba sentlungwini emini?Koda kube nini na utshaba lwam luphakanyiswa ngaphezu kwam?+ INdumiso 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukubandezeleka kwentliziyo yam kwandile;+Kwiingcinezelo eziphezu kwam ndikhuphe.+
2 Koda kube nini na ndixhathisa ngomphefumlo wam,Intliziyo yam iba sentlungwini emini?Koda kube nini na utshaba lwam luphakanyiswa ngaphezu kwam?+