Yeremiya 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+
14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+