Hezekile 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke bona, enoba baya kuva+ okanye abayi kuva+—kuba bayindlu enemvukelo+—ngokuqinisekileyo baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.+ IZenzo 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngenxa yoko ndinibizela ukungqina kanye ngalo mhla ukuba ndimsulwa egazini+ labantu bonke,
5 Ke bona, enoba baya kuva+ okanye abayi kuva+—kuba bayindlu enemvukelo+—ngokuqinisekileyo baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.+