Malaki 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye umnikelo osisipho wakwaYuda nowaseYerusalem okunene uya kuba ngokholisayo kuYehova,+ njengakwimihla yakudala nanjengakwiminyaka yamhlamnene.+ Roma 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko ndiyanibongoza ngeemfesane zikaThixo, bazalwana, ukuba niyinikele imizimba yenu+ ibe yimibingelelo+ ephilayo,+ engcwele,+ eyamkelekileyo kuThixo,+ inkonzo ke leyo engcwele+ ngokwamandla enu engqiqo.+ Hebhere 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+
4 Kwaye umnikelo osisipho wakwaYuda nowaseYerusalem okunene uya kuba ngokholisayo kuYehova,+ njengakwimihla yakudala nanjengakwiminyaka yamhlamnene.+
12 Ngenxa yoko ndiyanibongoza ngeemfesane zikaThixo, bazalwana, ukuba niyinikele imizimba yenu+ ibe yimibingelelo+ ephilayo,+ engcwele,+ eyamkelekileyo kuThixo,+ inkonzo ke leyo engcwele+ ngokwamandla enu engqiqo.+
15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+