IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+

  • Yeremiya 23:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+

  • 2 Korinte 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Ngoko ke phumani phakathi kwabo, nizahlule,’ utsho uYehova, ‘nento engahlambulukanga ningayichukumisi’”;+ “‘yaye ndiya kunamkela.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share