12 “‘Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlanganisa uYakobi, wonke;+ nakanjani na ndiya kubaqokelela ndawonye abo baseleyo bakwaSirayeli.+ Ndiya kubabeka bemanyene, njengomhlambi ebuhlanti, njengomhlambi phakathi kwedlelo lawo;+ kuya kubakho ingxokozelo ngenxa yobuninzi babantu.’+