Duteronomi 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+ Yeremiya 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kuniphendulisa+ ngokwesiqhamo sezenzo zenu,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiza kulitshisa ngomlilo ihlathi layo,+ uziqwenge zonke izinto eziyijikelezileyo.’”+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+
14 Ndiza kuniphendulisa+ ngokwesiqhamo sezenzo zenu,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiza kulitshisa ngomlilo ihlathi layo,+ uziqwenge zonke izinto eziyijikelezileyo.’”+