Isaya 66:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kwaye okunene baya kuphuma baze bakhangele kwizidumbu zamadoda anxaxhileyo kum;+ kuba zona kanye iimpethu ezikuwo aziyi kufa nomlilo wabo awuyi kucima,+ yaye bamele babe yinto elizothe kwinyama yonke.”+ Mateyu 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”
24 “Kwaye okunene baya kuphuma baze bakhangele kwizidumbu zamadoda anxaxhileyo kum;+ kuba zona kanye iimpethu ezikuwo aziyi kufa nomlilo wabo awuyi kucima,+ yaye bamele babe yinto elizothe kwinyama yonke.”+
12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”