IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye umele uthi ebantwini belizwe, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova kubemi baseYerusalem kumhlaba wakwaSirayeli ukuthi:+ “Isonka sabo baya kusidla bexhalabile, namanzi abo baya kuwasela beqhiphuke umbilini, ukuze ilizwe labo libe leliphanzileyo ngokupheleleyo+ ngenxa yogonyamelo lwabo bonke abo bahlala kulo.+

  • Hezekile 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share