23 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kulingcwalisa igama lam elikhulu,+ ebelihlanjelwa phakathi kweentlanga, enilihlambeleyo phakathi kwazo; yaye iintlanga ziya kwazi ukuba ndinguYehova,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘xa ndingcwaliswa phakathi kwenu phambi kwamehlo azo.+