INdumiso 69:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Mawabe mnyama amehlo abo ukuze bangaboni;+Isinqe sabo sibangele sigexe rhoqo.+ Hezekile 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wena ke, nyana womntu, ncwina ungcangcazelise isinqe.+ Nangobukrakra ufanele uncwine phambi kwamehlo abo.+
6 “Wena ke, nyana womntu, ncwina ungcangcazelise isinqe.+ Nangobukrakra ufanele uncwine phambi kwamehlo abo.+