Hezekile 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kumele kuze ixesha, imini imele ifike. Umthengi ke yena, makangabi nemihlali;+ nomthengisi ke, makangazili, kuba kukho ukuvutha komsindo ngakwisihlwele sonke sakhona. 1 Petros 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+
12 Kumele kuze ixesha, imini imele ifike. Umthengi ke yena, makangabi nemihlali;+ nomthengisi ke, makangazili, kuba kukho ukuvutha komsindo ngakwisihlwele sonke sakhona.
7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+