2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ Hezekile 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaphuma ke umlilo entongeni yawo.+ Wadla amahlumelo awo nesiqhamo sawo, akwabikho ntonga yomeleleyo kuwo, akwabikho ntonga yasebukhosini yokulawula.+ “‘Sisimbonono eso, yaye iya kuba sisimbonono.’”+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
14 Kwaphuma ke umlilo entongeni yawo.+ Wadla amahlumelo awo nesiqhamo sawo, akwabikho ntonga yomeleleyo kuwo, akwabikho ntonga yasebukhosini yokulawula.+ “‘Sisimbonono eso, yaye iya kuba sisimbonono.’”+