Numeri 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu. Hezekile 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Qhwabani izandla+ nize ningqishe ngonyawo, nithi: “Awu!” ngenxa yezinto zonke ezimbi nezicekisekayo zendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba baya kuwa ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa.+
10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu.
11 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Qhwabani izandla+ nize ningqishe ngonyawo, nithi: “Awu!” ngenxa yezinto zonke ezimbi nezicekisekayo zendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba baya kuwa ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa.+