Yoweli 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!
15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!