-
2 Kumkani 25:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 Kwathi ngonyaka wesithoba+ wokuba ngukumkani kwakhe, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi+ wenyanga leyo, weza uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni,+ ewe, yena nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni, nxamnye neYerusalem baza bamisa iinkampu ecaleni kwayo bakha nodonga lokungqinga ecaleni kwayo macala onke.+
-
-
2 Kumkani 25:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 Isixeko sangqingwa de kwaba ngunyaka weshumi elinanye kaKumkani uZedekiya.
-