IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 82:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Yibani ngabagwebi ngenxa yalowo usisisweli nenkwenkwe engenayise.+

      Menzeleni okusesikweni oxhwalekileyo nalowo usweleyo.+

  • INdumiso 94:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Babulala umhlolokazi nomphambukeli,+

      Namakhwenkwe angenayise bayawabulala.+

  • Isaya 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+

  • Yeremiya 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+

  • Zekariya 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ningaqhathi mhlolokazi+ okanye inkwenkwe engenayise,+ namphambukeli+ okanye oxhwalekileyo,+ ningacebi nto imbi elowo nxamnye nomnye ezintliziyweni zenu.’+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share