Marko 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ngabo abaqwenga izindlu+ zabahlolokazi baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide; baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+ Luka 20:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 nabaqwenga izindlu zabahlolokazi+ baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide. Baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+
40 Ngabo abaqwenga izindlu+ zabahlolokazi baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide; baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+
47 nabaqwenga izindlu zabahlolokazi+ baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide. Baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+