Isaya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+ 2 Timoti 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba phakathi kwabo kuphuma abo bachwechwela imizi,+ belahlekisa abafazi ababuthathaka, abasindwa zizono, nabaqhutywa ziinkanuko ezahlukahlukeneyo,+
2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+
6 Kuba phakathi kwabo kuphuma abo bachwechwela imizi,+ belahlekisa abafazi ababuthathaka, abasindwa zizono, nabaqhutywa ziinkanuko ezahlukahlukeneyo,+