Levitikus 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke mna ndiya kumchasa loo mntu, ndize ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo,+ kuba eyinikele kuMoleki inxalenye yenzala yakhe ukuze ayenze inqambi indawo yam engcwele+ aze alihlambele igama lam elingcwele.+ Levitikus 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, ukuba bazahlule ezintweni ezingcwele zoonyana bakaSirayeli baze bangalihlambeli igama lam elingcwele+ ezintweni abazingcwalisayo kum.+ NdinguYehova.
3 Ke mna ndiya kumchasa loo mntu, ndize ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo,+ kuba eyinikele kuMoleki inxalenye yenzala yakhe ukuze ayenze inqambi indawo yam engcwele+ aze alihlambele igama lam elingcwele.+
2 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, ukuba bazahlule ezintweni ezingcwele zoonyana bakaSirayeli baze bangalihlambeli igama lam elingcwele+ ezintweni abazingcwalisayo kum.+ NdinguYehova.