IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ibe sebunzi kuAron, ukuze aphendule uAron ngesiphoso esenziwe nxamnye nezinto ezingcwele,+ abazingcwalisayo oonyana bakaSirayeli, oko kukuthi, zonke izipho zabo ezingcwele; yaye imele ihlale isebunzi kuye rhoqo, ukuze bakholeke+ phambi koYehova.

  • Numeri 18:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kwaye nimele ningaziziseli isono ngawo ekunikeleni kwenu ngeyona nxalenye ilungileyo yawo, yaye nimele ningazihlambeli izinto ezingcwele zoonyana bakaSirayeli, ukuze ningafi.’”+

  • Duteronomi 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Onke amazibulo angamaduna athe azalwa ngumhlambi wakho weenkomo nangumhlambi wakho weegusha ufanele uwangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalisebenzisi izibulo lenkunzi yakho yenkomo, yaye ungalichebi izibulo lomhlambi wakho weegusha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share