Hoseya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba umama wabo uhenyuzile.+ Lowo wabamithayo wenza okuziintloni,+ ngokuba wathi, ‘Ndifuna ukulandela abo bathandana nam,+ abo bandinika isonka namanzi, uboya nelinen, ioli nesiselo.’+
5 Kuba umama wabo uhenyuzile.+ Lowo wabamithayo wenza okuziintloni,+ ngokuba wathi, ‘Ndifuna ukulandela abo bathandana nam,+ abo bandinika isonka namanzi, uboya nelinen, ioli nesiselo.’+