Isaya 57:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi.+ Kuba wathi ungaphandle kwam wazityhila waza wenyuka; wawenza banzi umandlalo wakho.+ Kwaye wena wazenzela umnqophiso kunye nabo. Wathanda umandlalo kunye nabo.+ Wabona ilungu lobudoda. Hezekile 23:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wawakhanuka ke akuwabona ngamehlo akhe+ waza wathumela abathunywa kuwo kwelamaKhaledi.+ Hoseya 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yena ngokwakhe unyukele kuAsiriya,+ njengeqwarhashe lizahlula.+ Kwimeko kaEfrayim, uqeshe izithandwa.+
8 Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi.+ Kuba wathi ungaphandle kwam wazityhila waza wenyuka; wawenza banzi umandlalo wakho.+ Kwaye wena wazenzela umnqophiso kunye nabo. Wathanda umandlalo kunye nabo.+ Wabona ilungu lobudoda.
9 Kuba yena ngokwakhe unyukele kuAsiriya,+ njengeqwarhashe lizahlula.+ Kwimeko kaEfrayim, uqeshe izithandwa.+