2 Kumkani 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.” 2 Kronike 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngelo xesha uKumkani uAhazi+ wathumela kukumkani waseAsiriya+ ukuba amncede.
7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.”