Hezekile 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Amagama abo ke yayinguOhola omkhulu no-Oholibha udade wabo, yaye baba ngabam+ baza bazala oonyana neentombi.+ Ngokubhekisele kumagama abo ke, uOhola yiSamariya,+ uOholibha yena yiYerusalem.+ Galati 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ke kaloku uHagare lo uthetha iSinayi,+ intaba ekwelaseArabhiya, yaye ufanekisela iYerusalem yanamhlanje, kuba isebukhobokeni+ kunye nabantwana bayo.
4 Amagama abo ke yayinguOhola omkhulu no-Oholibha udade wabo, yaye baba ngabam+ baza bazala oonyana neentombi.+ Ngokubhekisele kumagama abo ke, uOhola yiSamariya,+ uOholibha yena yiYerusalem.+
25 Ke kaloku uHagare lo uthetha iSinayi,+ intaba ekwelaseArabhiya, yaye ufanekisela iYerusalem yanamhlanje, kuba isebukhobokeni+ kunye nabantwana bayo.