IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+

  • Yeremiya 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 USirayeli wayengcwele kuYehova,+ imveliso Yakhe yokuqala.”’+ ‘Nabaphi na abantu abamqwengayo babeya kuba netyala.+ Babeya kufikelwa yintlekele,’ utsho uYehova.”+

  • Hezekile 16:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ndadlula ngakuwe ndaza ndakubona, yaye, khangela! ixesha lakho yayilixesha lezincokoliso zothando.+ Ngoko ndatwabululela umbhinqo wam phezu kwakho+ ndaza ndagubungela ubuze bakho ndenza nesifungo ndangena emnqophisweni kunye nawe,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘waza ke waba ngowam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share