Duteronomi 28:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Lodla isiqhamo sezilwanyana zakho zasekhaya nesiqhamo somhlaba wakho ude ubhubhe,+ lungakushiyeli kudla okuziinkozo, nawayini intsha, naoli, nathole lankomo yakho, nanzala yomhlambi wakho, lude lukutshabalalise.+ Hezekile 16:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndiza kukunikela ke esandleni sabo, yaye ngokuqinisekileyo baya kuzichitha iindulana zakho,+ neendawo zakho eziphakamileyo ngokuqinisekileyo ziya kuchithwa,+ yaye baya kukuhluba izambatho zakho+ baze bayithabathe impahla yakho entle+ bakushiye uze, unganxibanga.
51 Lodla isiqhamo sezilwanyana zakho zasekhaya nesiqhamo somhlaba wakho ude ubhubhe,+ lungakushiyeli kudla okuziinkozo, nawayini intsha, naoli, nathole lankomo yakho, nanzala yomhlambi wakho, lude lukutshabalalise.+
39 Ndiza kukunikela ke esandleni sabo, yaye ngokuqinisekileyo baya kuzichitha iindulana zakho,+ neendawo zakho eziphakamileyo ngokuqinisekileyo ziya kuchithwa,+ yaye baya kukuhluba izambatho zakho+ baze bayithabathe impahla yakho entle+ bakushiye uze, unganxibanga.