Hezekile 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Amagama abo ke yayinguOhola omkhulu no-Oholibha udade wabo, yaye baba ngabam+ baza bazala oonyana neentombi.+ Ngokubhekisele kumagama abo ke, uOhola yiSamariya,+ uOholibha yena yiYerusalem.+
4 Amagama abo ke yayinguOhola omkhulu no-Oholibha udade wabo, yaye baba ngabam+ baza bazala oonyana neentombi.+ Ngokubhekisele kumagama abo ke, uOhola yiSamariya,+ uOholibha yena yiYerusalem.+