IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+