IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+

  • Hezekile 18:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+

  • Hezekile 33:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 aze ovayo okunene asive isandi sesigodlo kodwa angasithabathi isilumkiso konke konke,+ lifike ke ikrele lize limsuse, igazi lakhe liya kuba phezu kwentloko yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share