IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Khawuncede, utsho kwindlu enemvukelo ukuthi,+ ‘Ngaba okunene anizazi ezi zinto ukuba zithetha ntoni?’ Yithi, ‘Khangela! Ukumkani waseBhabhiloni weza eYerusalem waza wathabatha ukumkani wayo+ neenkosana zayo wazizisa kuye eBhabhiloni.+

  • Luka 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele zobukumkani bukaThixo, kodwa kwabanye kungemizekeliso,+ ukuze, nakuba bekhangele, bakhangelele ilize, yaye, nakuba besiva, bangayifumani intsingiselo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share